Tuesday, October 26, 2010
Xhosa People
Ababantu balumnkile, bachubekile, bakhaliphile, bahlakaniphile, banobuntu,banononophelo, banothando, banomqolo, banovelwano, bathobekile, impucuko ayibalibalisi ukuba bangoobani, bayahlonipha, bazithembile, ababhanxeki kwaye ababhanxekanga, abahleki nokuba into ayihlekisi, banomoya ophantsi, aboyiki ngakoyikiswa, abothuki kwaye abothuswa ngenyoka efileyo kuba kuzeke ibulewe ngabo, abalumi bevuthela...xa beluma bayaluma ke qha, bafundisiwe ngobuni nenkcubeko yabo abadidekanga, amafokofoko abadibani nawo, abavele bathethe njee...abaphuhluki...abakhamisi batyhale... bayaqiqa. The productive, prosperous, roaring, sure-fire or successful ones all have one thing in common...the above mentioned character and moooore characteristics.
Subscribe to:
Post Comments (Atom)
No comments:
Post a Comment